Tuesday, May 24, 2016

MANDIHAMBE NAWE YESU LYRICS AND TRANSLATION BY NOBATHEMBU MABEKA FT. JOYOUS CELEBRATION 15 PART 1

Mandihambe nawe Jesu
[Let me walk with you Jesus]
Kuzo zonk'indlela zam
[In all of my paths]
Izwi lakho mandilive
[Let me hear your voice]
Ngalo lonk' ixesha Nkosi yam.
[All the time my Lord]

Ungoyiki mphefulo wam
[My soul don't be afraid]
Yondikhaph' iNkosi yam
[My Lord will escort me]
Ndizoya nayo ndingaphiki
[I'll go with it not against it]
Ithi yiza emva kwam
[When it says come after me]

Ungoyiki, ungoyiki mphefumlo
Ngoba yondikhaph'
Yondikhaph' iNkosi yam
Ndizoya nayo ndinga...
Ithi yiza,
Ithi yiza emva kwam
Ungoyiki, ungoyiki mphefumlo
Ngoba yondikhaph' iNkosi yam
Izohamba nam endleleni

Soz' indishiye
[Never leave me]
Soz' indilahle
[Never forsake me]
Soz' indiphoxe
[Never turn me down]

Ungoyiki mphefumlo wam
Yondikhaph' iNkosi yam
Ndizoya nayo
Ndiye nayo
Ndiye nayo
Ndiye nayo
Ithi yiza e-emva kwam
Molweni!!!!

No comments: