Friday, May 13, 2016

SABELA LYRICS BY PRISCILLA NGQUMEYA FT.JOYOUS CELEBRATION 4

Jesu lona wa wasus' amatyala
Wahlambi' zono zam
Wabangugqirha apha kum
Sabela, sabela
Sabela uyabizwa
Kutheni ungasabeli / ungamameli
Nansi insikelelo, yiza ke nawe
Uzosindiswa, woza
Sabela, sabela
Thixo wam wandenzela inceba
Wangiphunyana wade waba nguqgirha
Oyiyo! wabanguqgirha apha kumi
Sabela sabela yho yho yho

CHORUS
Sabela, sabela uyabizwa
Sikubizela onqamlezweni
Sithi woza, woza
Hoho hoho hoho
Kutheni ungamameli yho (x4)

CHORUS

No comments: