Monday, March 12, 2018

NAPHAKADE LYRICS BY SIYAKHA TSHAYELA FT. JOYOUS CELEBRATION 22


(Ndidinga Wenaaa,
Ndinxanelwe Wenaa,
Ndikhangela Wena Yesu,
Njalo!)

Mthombo wokuphila kwam'!

(Yeah! Yeah! Ndidinga Wena Yesu,
Ndinxanelwe Wena Hai Hai Hai Hai,
Ndiyakukhangela Sonini Nanini,
Yebo! Eh! Mthombo!)

Mthombo wokuphila kwam'!

(Woh! Eh! Yeah!
Yebo! Eh! Yeah!) Ngena (Ngena) Phakathi kwam', Njengo- (Njengokusho) -kusho (KweZwi Lakho) KweZwi Lakho,
(Ndingafani nendodana yolahleko,
Ndihole Somhlekazi - Emadlelwen' aluhlaza)

Ngena (Ngena - Ngena) Phakathi kwam',
Njengokusho (Ngena!) KweZwi Lakho,
(Ndingafani nendodana yolahleko!

Amandla okuphila kwami,
Ukwenza nokuphumelela kwami,
Ndikuthola Kuwe,
Ndifunaa uBuso Bakho,
Ndikhangelaa uBuso Bakho,
Mthombo!)

Mthombo wokuphila kwam'!

(Yebo! Ah! Yeah! Yebo!,
Amandla okuphila kwami Yeah,
Eh! Eh! Ukwenza nokuphumelela kwami,
Ndikuthola Kuwe,
Ndifuno uBuso Bakho,
Ndikhangela uBuso Bakho,
Ziveze!)

Mthombo wokuphila kwam'!

(Sonini Nanini - Mawungisekele,
Ngena!) Ngena (Ngena) Phakathi kwam',
(Ngena) Njengokusho kweZwi Lakho,
(Tshayel' Inhliziyo yami,
Ungene ngaphakathi,
Ubuse njalo!)

Ngena (Ngena) Phakathi Kwam',
(Ngena!) Njengokusho (Ngena!) kweZwi Lakho!
(Andifun' ukuboniswa zizinto zalomhlaba,
Ngifuna wena - Ngeeena!)

Ngena (Ngena) Phakathi Kwam',
(Ngena!) Njengokusho (Ngena!) kweZwi Lakho!
(Yebo! Andifun' kudaniswa zizinto zalomhlaba,
Andifun' ukudaniswa ngamanyundululu asemhlabeni!)

Ngena (Ngena!) Phakathi kwam',
(Ngena!) Njengokusho (Ngena!) kweZwi (Ngena!) Lakho!
(Ngena! Ngena! Ngena! Ngena Yesu!
Ngena Somhlekazi! Ngena Ndikhoona!

Nguw' Izolo (Ngena)
Nguwe Namhlanje (Yeah! Yeah!)
Naphakade (Eh!)
Ewe! (Wangqob' Ithuna - Wangqoba #KONKE,
Waze Wah-Wah-Wah-Wah-Wah-Yeah!)

Nguw' Izolo (Nguw' Izolo)
Nguwe Namhlanje (Nguwe Namhlanje)
Naphakade (Naphakade)
Ewe! (Yeah! Izinto #ZONKE zilawulwa Nguwe,
Haibo! Izinto ZONKE zilawulwa Nguwe!
Nguw' Izolo!)

Nguw' Izolo (Nguw' Izolo)
Nguwe Namhlanje (Nguw' Izolo)
Naphakade (Naphakade)
Ewe! (Naphakade! Naphakade! Naphakade!
Naphakade! Nguwe! Nguwe! Nguwe!)

Nguw' Izolo (Nguhhuhhuhhuwe)
Nguwe Namhlanje (Nguwe Namhlanje)
Naphakade (Nguwe Naphakade)
Ewe! (Phezulu Nguwe! Namhlanje Nguwe!
Naphakade kuzoba Nguwe! Eh! Yeah!
Eh! Yeah! Yeah! Yeah! Yeah! Yeah!

Yeah! Eh! Yiah! Ke! Somhlekazi,
Aibo! Nguw' Izolo,
Nguwe Namhla!
Nguwe Naphakade!
Zwilakho liyaphila yah! yah! yih!
Zwilakho lingumboshong' onamandla,
Zwilakho liyasithuthuzela,
Zwilakho liyasiphiiilisa,
Yeah! Eh!

Eh! Yeah! Yeah! Yeah! Eh!
Eh! Yeah! --- Ndiiii!
Ndidinga Wena Yeah! Eh! Yia!
MTHOMBO WOKUPHILA KWAAM',
Ah! Nkos' yam'! [EH!]

Nd' yak' dinga) Ndidinga (Nd' yak' dinga) Wena,
(And' kwaz' ukunyakaz' ungekho) Ndinxane Wena,
(I can't go to the next Level ungekho -
I can't move to another pla-ce ungekho) Ndidinga Wena,
( I CAN NOT - NO! I AM SAYING!!! NO! NO!
NO! NO! NO! NO! NO! NO! HEI!)
Mthombo wokuphila kwam'!

(NO! NO! NO! NO! HEI!)
Ndidinga Wena (Ndiyakudiinga - Tsayel' Inhliziyo yam' ungene ngaphakathi)
Ndinxane Wena (Ngeeeena!)
(Ngeeeena!) Ndidinga Wena (Ngeena Yesu!)

(JESU! MTHOMBO WOKUPHILA,
KWAAMI! KWAAMI!
KWA! HA! HA! HEI! EY! EH! JAH! MI!)'

1 comment:

Unknown said...

Great song sis Tshayela