Tuesday, June 27, 2023

UMTHWALO WAMI LYRICS BY JUMBO


Uyathwala umthwalo wami umhlobo wam
uthi wongithwala nami umhlobo wam
wayehlatshwa njenge mvana
azangenze owakh' umtwana
yek' intlahla yokwazana nomhlobo wam

Uyathwala umthwalo wami umhlobo wam
uthi wongithwala nami umhlobo wam
wayehlatshwa njenge mvana
azangenze owakh' umtwana
yek' intlahla yokwazana nomhlobo wam

No comments: